1 Samuweli 20:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Waza uSawule wambinza ngomkhonto ukuze amxabele;+ uYonatan wazi ukuba uyise wayemisele ukuba abulawe uDavide.+ 1 Samuweli 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke wesuka uDavide waza waqhubeka ebaleka+ wemka ngenxa kaSawule ngaloo mini, yaye ekugqibeleni wafika kuAkishe ukumkani waseGati.+ IMizekeliso 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kukho inkohlakalo yomsindo, kukwakho nomkhukula womsindo,+ kodwa ngubani na onokuma phambi kwekhwele?+ 1 Timoti 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ukhukhumele likratshi,+ uswele ingqiqo,+ yaye ugula ngengqondo+ ziimbuzwano nokuxambulisana ngamazwi.+ Kwezi zinto kuphuma umona,+ imbambano, ukutshabhisa,+ urhano olungendawo,
33 Waza uSawule wambinza ngomkhonto ukuze amxabele;+ uYonatan wazi ukuba uyise wayemisele ukuba abulawe uDavide.+
10 Wandula ke wesuka uDavide waza waqhubeka ebaleka+ wemka ngenxa kaSawule ngaloo mini, yaye ekugqibeleni wafika kuAkishe ukumkani waseGati.+
4 Kukho inkohlakalo yomsindo, kukwakho nomkhukula womsindo,+ kodwa ngubani na onokuma phambi kwekhwele?+
4 ukhukhumele likratshi,+ uswele ingqiqo,+ yaye ugula ngengqondo+ ziimbuzwano nokuxambulisana ngamazwi.+ Kwezi zinto kuphuma umona,+ imbambano, ukutshabhisa,+ urhano olungendawo,