IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Umoya kaYehova wemka+ kuSawule, waza wankwantyiswa ngumoya ombi+ ophuma kuYehova.

  • 1 Samuweli 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Waza “uSamuweli” wathi kuSawule: “Undiphazamiseleni na ngokuthi mandinyuswe?”+ USawule wathi: “Ndisezingxakini ezinkulu kakhulu,+ njengoko amaFilisti esilwa nam, noThixo lowo umkile kum+ kwaye akasandiphenduli, nokuba kungabaprofeti okanye ngamaphupha;+ ndibiza wena ke ukuba undazise oko ndiya kukwenza.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share