1 Samuweli 14:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye amadoda akwaSirayeli ayebandezelekile ngaloo mini, ukanti uSawule wabafungisa abantu,+ esithi: “Uqalekisiwe umntu odla isonka phambi kokuba kuhlwe ndide ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam!” Yaye akukho namnye ebantwini owangcamla isonka.+
24 Kwaye amadoda akwaSirayeli ayebandezelekile ngaloo mini, ukanti uSawule wabafungisa abantu,+ esithi: “Uqalekisiwe umntu odla isonka phambi kokuba kuhlwe ndide ndiziphindezelele+ ezintshabeni zam!” Yaye akukho namnye ebantwini owangcamla isonka.+