IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 23:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Xa uthe wabhambathisa isibhambathiso kuYehova+ uThixo wakho, uze ungacothi ukusifezekisa,+ ngokuba uYehova uThixo wakho uya kusifuna kuwe, kuze ngenene oko kube sisono kuwe.+

  • ABagwebi 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kamva wathi kumadoda aseSukoti:+ “Ncedani ninike aba bantu bandilandelayo izonka ezibusazinge,+ kuba badiniwe yaye ndisukela uZebha+ noTsalmuna,+ ookumkani bakwaMidiyan.”

  • 2 Samuweli 17:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 nobusi+ nebhotolo+ nezimvu namasi eenkomo bakuzisa ngaphambili kuDavide nabantu ababenaye ukuze badle,+ kuba babesithi: “Abantu balambile, badiniwe, banxaniwe entlango.”+

  • INdumiso 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Emehlweni akhe uyamgatya nabani na odelekileyo,+

      Kodwa abo boyika uYehova uyababeka.+

      Ofunga angajiki, nokuba kubi kuye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share