IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 10:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngako oko ilanga lanqumama, nenyanga yema ngxi, de uhlanga lwaziphindezela kwiintshaba zalo.+ Akubhalwanga na encwadini kaYashare?+ Yaye ilanga laqhubeka limi ngxi phakathi ezulwini kwaye alizange lingxame ukutshona yangathi yimini iphela.+

  • ABagwebi 11:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Kodwa yathi kuye: “Bawo, ukuba uwuvulile umlomo wakho kuYehova, yenza kum ngokuvumelana noko kuphume emlonyeni wakho,+ ekubeni uYehova ephumeze izenzo zempindezelo ezintshabeni zakho, oonyana baka-Amoni.”

  • ABagwebi 16:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ke kaloku uSamson+ wabiza kuYehova+ waza wathi: “Nkosi enguMongami Yehova, ndikhumbule,+ nceda, undomeleze,+ nceda, nje kube kanye, Owu wena THIXO oyinyaniso, mandiziphindezelele kumaFilisti ngempindezelo yelinye lamehlo am amabini.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share