-
1 Samuweli 29:3INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
3 Zaqala ke iinkosana zamaFilisti zathi: “Athetha ntoni na la maHebhere?”+ Waza uAkishe wathi kwiinkosana zamaFilisti: “AsingoDavide na lo umkhonzi kaSawule ukumkani wakwaSirayeli, obekunye nam apha unyaka omnye okanye emibini,+ yaye andifumananga+ nanye into ukususela kwimini yokuqhweshela kwakhe kum kwada kwaba yile mini?”
-