2 Samuweli 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizinqumle zonke iintshaba zakho phambi kwakho;+ kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama elikhulu,+ njengegama labo bakhulu abasemhlabeni. IMizekeliso 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Igama elilungileyo linokunyulwa ngaphezu kobutyebi obuninzi;+ ubabalo lulunge ngakumbi kunesilivere negolide.+ INtshumayeli 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Igama lilunge ngakumbi kuneoli elungileyo,+ yaye umhla wokufa ulunge ngaphezu komhla wokuzalwa.+
9 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizinqumle zonke iintshaba zakho phambi kwakho;+ kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama elikhulu,+ njengegama labo bakhulu abasemhlabeni.
22 Igama elilungileyo linokunyulwa ngaphezu kobutyebi obuninzi;+ ubabalo lulunge ngakumbi kunesilivere negolide.+