IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 UYehova unguMhlwempuzisi+ noMtyebisi,+

      UMthobi, kwanoMphakamisi,+

  • 1 Kronike 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye uDavide wazi ukuba uYehova ummisele ngokuqinileyo+ njengokumkani phezu koSirayeli, kuba ubukumkani bakhe baphakanyiswa kakhulu ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.+

  • 1 Kronike 14:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye udumo lukaDavide+ lwaphumela kuwo onke amazwe, uYehova wazenza zonke iintlanga ukuba zinkwantye nguye.+

  • 1 Kronike 17:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ yaye ndiya kuzinqumla zonke iintshaba zakho+ phambi kwakho, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama+ njengegama labo bakhulu abaphezu komhlaba.+

  • INtshumayeli 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Igama lilunge ngakumbi kuneoli elungileyo,+ yaye umhla wokufa ulunge ngaphezu komhla wokuzalwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share