1 Samuweli 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 NoDavide ke ngokuqhubekayo wayesenza ngokunengqiqo+ kuzo zonke iindlela zakhe, kwaye uYehova wayenaye.+ 2 Samuweli 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngaloo ndlela uDavide waya esiba mkhulu ngokuba mkhulu,+ noYehova uTHIXO wemikhosi+ wayenaye.+
14 NoDavide ke ngokuqhubekayo wayesenza ngokunengqiqo+ kuzo zonke iindlela zakhe, kwaye uYehova wayenaye.+