2 Samuweli 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akungena ke kuDavide uMefibhoshete unyana kaYonatan unyana kaSawule, kwaoko wawa ngobuso waza waqubuda.+ Wandula ke uDavide wathi: “Mefibhoshete!” yena ke wathi koko: “Nguye lo umkhonzi wakho.” 2 Samuweli 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wandula ke wathi ukumkani kuTsibha: “Khangela! Yonk’ into kaMefibhoshete yeyakho.”+ Kuko oko uTsibha wathi: “Ndiyaqubuda.+ Mandikholeke emehlweni akho, nkosi yam kumkani.”
6 Akungena ke kuDavide uMefibhoshete unyana kaYonatan unyana kaSawule, kwaoko wawa ngobuso waza waqubuda.+ Wandula ke uDavide wathi: “Mefibhoshete!” yena ke wathi koko: “Nguye lo umkhonzi wakho.”
4 Wandula ke wathi ukumkani kuTsibha: “Khangela! Yonk’ into kaMefibhoshete yeyakho.”+ Kuko oko uTsibha wathi: “Ndiyaqubuda.+ Mandikholeke emehlweni akho, nkosi yam kumkani.”