22 UYowabhi ke wawa ngobuso bakhe emhlabeni waqubuda waza wambonga ukumkani;+ yaye uYowabhi wahlabela mgama wathi: “Namhlanje umkhonzi wakho uyazi ndikholekile emehlweni akho,+ nkosi yam kumkani, ngenxa yokuba ukumkani wenze ngokwelizwi lomkhonzi wakhe.”