1 Kumkani 14:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kwakusoloko kukho imfazwe phakathi koRehobhoham noYerobhoham.+ 1 Kumkani 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwabakho imfazwe phakathi kuka-Asa noBhahasha+ ukumkani wakwaSirayeli yonke imihla yabo.