INdumiso 18:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Yaye ndiya kubaguba bacoleke njengothuli phambi komoya;+Ndiya kubaphalaza njengodaka lwezitrato.+ Isaya 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kumthumela nxamnye nohlanga oluwexukileyo,+ yaye ndiya kukhupha umyalelo kuye nxamnye nabantu bokuvutha komsindo wam,+ ukuze athabathe amaxhoba amaninzi, abaphange, abanyathele njengodongwe lwezitrato.+ Mika 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+ Zekariya 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye bamele babe njengamadoda anamandla+ anyathela eludakeni kwizitrato zedabi.+ Bamele babandakanyeke edabini, kuba uYehova unabo;+ nabakhweli bamahashe kuya kufuneka badane.+
6 Ndiya kumthumela nxamnye nohlanga oluwexukileyo,+ yaye ndiya kukhupha umyalelo kuye nxamnye nabantu bokuvutha komsindo wam,+ ukuze athabathe amaxhoba amaninzi, abaphange, abanyathele njengodongwe lwezitrato.+
10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+
5 Kwaye bamele babe njengamadoda anamandla+ anyathela eludakeni kwizitrato zedabi.+ Bamele babandakanyeke edabini, kuba uYehova unabo;+ nabakhweli bamahashe kuya kufuneka badane.+