INdumiso 73:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+ Isaya 24:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye lona kanye ilizwe lingcolile phantsi kwabemi balo,+ kuba bayicezele imithetho,+ bawutshintsha ummiselo,+ bawaphula umnqophiso ohlala ngokungenammiselo.+ Isaya 33:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 EZiyon aboni bayankwantya;+ abawexuki+ babanjwe kukungcangcazela: ‘Ngubani na kuthi onokuhlala nomlilo oqwengayo ngalo naliphi na ixesha?+ Ngubani na kuthi onokuhlala namalangatye ahlala ehleli ngalo naliphi na ixesha?’+ Yeremiya 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndathi ndakukubona oko, ngenxa yokuba uSirayeli ongathembekanga ekrexezile, ndamndulula+ ndaza ndamnika isiqinisekiso sokuqhawula umtshato naye,+ kanti udade wabo onobuqhophololo uYuda akazange oyike, kodwa naye wasuka waya kuba ngunongogo.+
27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+
5 Yaye lona kanye ilizwe lingcolile phantsi kwabemi balo,+ kuba bayicezele imithetho,+ bawutshintsha ummiselo,+ bawaphula umnqophiso ohlala ngokungenammiselo.+
14 EZiyon aboni bayankwantya;+ abawexuki+ babanjwe kukungcangcazela: ‘Ngubani na kuthi onokuhlala nomlilo oqwengayo ngalo naliphi na ixesha?+ Ngubani na kuthi onokuhlala namalangatye ahlala ehleli ngalo naliphi na ixesha?’+
8 Ndathi ndakukubona oko, ngenxa yokuba uSirayeli ongathembekanga ekrexezile, ndamndulula+ ndaza ndamnika isiqinisekiso sokuqhawula umtshato naye,+ kanti udade wabo onobuqhophololo uYuda akazange oyike, kodwa naye wasuka waya kuba ngunongogo.+