Duteronomi 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova wokwenza ube yintloko ungabi ngumsila; yaye uya kuba phezulu kuphela,+ ungabi phantsi, xa uthe wayithobela imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, endikuyalelayo namhlanje ukuba uyigcine, uyenze. 2 Samuweli 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza uDavide wahlabela mgama waxabela uHadadezere+ unyana kaRehobhi ukumkani weTsobha+ njengoko wayesiya kubuyisela ulawulo lwakhe kuMlambo umEfrate.+ INdumiso 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Cela kum,+ ukuba ndikunike iintlanga njengelifa lakho+Neziphelo zomhlaba njengelifa lakho.+ INdumiso 60:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UMowabhi yimbiza yam yokuhlambela.+Ndiya kuyiphosa phezu koEdom imbadada yam.+Naphezu kwelamaFilisti ndiya kuduma ngoloyiso.”+
13 UYehova wokwenza ube yintloko ungabi ngumsila; yaye uya kuba phezulu kuphela,+ ungabi phantsi, xa uthe wayithobela imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, endikuyalelayo namhlanje ukuba uyigcine, uyenze.
3 Waza uDavide wahlabela mgama waxabela uHadadezere+ unyana kaRehobhi ukumkani weTsobha+ njengoko wayesiya kubuyisela ulawulo lwakhe kuMlambo umEfrate.+
8 UMowabhi yimbiza yam yokuhlambela.+Ndiya kuyiphosa phezu koEdom imbadada yam.+Naphezu kwelamaFilisti ndiya kuduma ngoloyiso.”+