2 Samuweli 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku kwakukho apho indoda elitshivela,+ egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin; yaye yavuthela isigodlo+ yaza yathi: “Thina asinasabelo kuDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonk’ ubani makaye koothixo bakhe,+ Sirayeli!” 2 Samuweli 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba ndarhawulwa ngamaza abulalayo;+Kwakukho izikhukula zamadoda angamatshivela ezaziqhubeka zindinkwantyisa.+ INdumiso 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Iintsontelo zokufa zindirhawule;+Izikhukula zamadoda angamatshivela nazo zaqhubeka zindinkwantyisa.+
20 Ke kaloku kwakukho apho indoda elitshivela,+ egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin; yaye yavuthela isigodlo+ yaza yathi: “Thina asinasabelo kuDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonk’ ubani makaye koothixo bakhe,+ Sirayeli!”
5 Kuba ndarhawulwa ngamaza abulalayo;+Kwakukho izikhukula zamadoda angamatshivela ezaziqhubeka zindinkwantyisa.+
4 Iintsontelo zokufa zindirhawule;+Izikhukula zamadoda angamatshivela nazo zaqhubeka zindinkwantyisa.+