Rute 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.” 1 Samuweli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza wahlabela mgama wathi: “Lithini na ilizwi alithethileyo kuwe? Nceda, musa ukundifihlela lona.+ Ngamana uThixo angenjenjalo kuwe aze enjenjalo ukongezelela kuko+ ukuba uthe wandifihlela ilizwi emazwini onke awathethileyo kuwe.” 1 Samuweli 14:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Wathi uSawule: “UThixo makenze ngaloo ndlela aze abe nokongezelela+ kuko ngaloo ndlela, ukuba akuthanga ngokuqinisekileyo wafa,+ Yonatan.”
17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.”
17 Waza wahlabela mgama wathi: “Lithini na ilizwi alithethileyo kuwe? Nceda, musa ukundifihlela lona.+ Ngamana uThixo angenjenjalo kuwe aze enjenjalo ukongezelela kuko+ ukuba uthe wandifihlela ilizwi emazwini onke awathethileyo kuwe.”
44 Wathi uSawule: “UThixo makenze ngaloo ndlela aze abe nokongezelela+ kuko ngaloo ndlela, ukuba akuthanga ngokuqinisekileyo wafa,+ Yonatan.”