IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.”

  • 1 Samuweli 20:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngamana uYehova angenjenje kuYonatan aze ongeze+ ukwenjenjalo xa ndithe eneneni, ukuba kunokwenzeka kubonakale kulungile kubawo ukwenza ububi kuwe, andayityhilela oko indlebe yakho ndize ndikundulule, uze wena ngokuqinisekileyo ungahambi ngoxolo. Yaye ngamana uYehova angaba nawe,+ kanye njengoko wayenobawo.+

  • 2 Samuweli 19:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 NakuAmasa nize nithi,+ ‘Akulothambo lam nenyama yam na? Ngoko ngamana uThixo angenza kum aze ke ongezelele+ ukukwenza ukuba akuyi kusoloko uyintloko yomkhosi phambi kwam esikhundleni sikaYowabhi.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share