1 Samuweli 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+ 1 Samuweli 28:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 NoYehova uya kuzenzela kanye njengoko wayethethile ngam, yaye uYehova uya kubukrazula ubukumkani esandleni sakho+ aze abunike idlelane lakho uDavide.+ 1 Kronike 12:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngawo la amanani eentloko zabo babexhotyiselwe umkhosi abeza kuDavide eHebron+ ukuba banikele kuye ubukumkani+ bukaSawule ngokomyalelo kaYehova.+ INdumiso 78:70 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 70 Ngoko wakhetha uDavide umkhonzi wakhe+Wamthabatha kubuhlanti bomhlambi.+ INdumiso 89:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndifumene uDavide umkhonzi wam;+Ndimthambisile ngeoli yam engcwele,+
28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+
17 NoYehova uya kuzenzela kanye njengoko wayethethile ngam, yaye uYehova uya kubukrazula ubukumkani esandleni sakho+ aze abunike idlelane lakho uDavide.+
23 Ngawo la amanani eentloko zabo babexhotyiselwe umkhosi abeza kuDavide eHebron+ ukuba banikele kuye ubukumkani+ bukaSawule ngokomyalelo kaYehova.+