IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ekugqibeleni wathi uYehova kuSamuweli: “Kuya kude kube nini na uzilile ngenxa kaSawule,+ ngoxa mna, kwelinye icala, ndimgatyile ekulawuleni njengokumkani phezu koSirayeli?+ Zalisa uphondo lwakho ngeoli+ uze uhambe. Ndiya kukuthumela kuYese+ waseBhetelehem, ngenxa yokuba ndizilungiselele ukumkani phakathi koonyana bakhe.”+

  • 1 Samuweli 16:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+

  • 1 Kronike 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zizo ezi iintloko zamadoda kaDavide anamandla,+ awayesomelezana naye ebukumkanini kunye noSirayeli wonke, ukuba amenze ukumkani ngokwelizwi likaYehova+ ngokuphathelele uSirayeli.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share