2 Samuweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwathi ke emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ndinyuke ndiye phi na?” Wathi ke yena: “EHebron.”+ 2 Samuweli 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ekuhambeni kwexesha zonke izizwe zakwaSirayeli zeza kuDavide+ eHebron+ zaza zathi: “Khangela! Thina silithambo lakho nenyama yakho.+
2 Kwathi ke emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ndinyuke ndiye phi na?” Wathi ke yena: “EHebron.”+
5 Ekuhambeni kwexesha zonke izizwe zakwaSirayeli zeza kuDavide+ eHebron+ zaza zathi: “Khangela! Thina silithambo lakho nenyama yakho.+