2 Kronike 32:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa uncedo awayenzelwe uHezekiya akazange alubuyekeze,+ kuba intliziyo yakhe yaba nekratshi+ yaye kwabakho ukucaphuka+ nxamnye naye nanxamnye noYuda neYerusalem. IMizekeliso 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Phambi kokuwa intliziyo yomntu iphakamile,+ yaye phambi kozuko kukho intobeko.+ Yeremiya 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Utsho uYehova ukuthi: “Iqalekisiwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngomntu wasemhlabeni+ ize okunene iyenze inyama ingalo yayo,+ naleyo intliziyo yayo imkayo kuYehova.+
25 Kodwa uncedo awayenzelwe uHezekiya akazange alubuyekeze,+ kuba intliziyo yakhe yaba nekratshi+ yaye kwabakho ukucaphuka+ nxamnye naye nanxamnye noYuda neYerusalem.
5 Utsho uYehova ukuthi: “Iqalekisiwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngomntu wasemhlabeni+ ize okunene iyenze inyama ingalo yayo,+ naleyo intliziyo yayo imkayo kuYehova.+