2 Kronike 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Abakunye naye yingalo yenyama,+ kodwa thina sinoYehova uThixo wethu ukuba asincede+ asilwele amadabi ethu.”+ Abantu baxhathisa ngenxa yamazwi kaHezekiya ukumkani wakwaYuda.+ Isaya 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela.
8 Abakunye naye yingalo yenyama,+ kodwa thina sinoYehova uThixo wethu ukuba asincede+ asilwele amadabi ethu.”+ Abantu baxhathisa ngenxa yamazwi kaHezekiya ukumkani wakwaYuda.+
3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela.