IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 16:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Emva koko wathi uMoses kuAron: “Thabatha ugcedevu, ufake umlilo kulo ovela esibingelelweni+ uze ubeke isiqhumiso, ukhawuleze uye kuyo indibano ubacamagushele,+ kuba oku kumcaphukisile uYehova.+ Siqalile isibetho!”

  • Duteronomi 28:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UYehova woyinamathelisa kuwe indyikitya yokufa ade akutshabalalise ungabikho emhlabeni lowo uya kuwo ukuba uwudle ilifa.+

  • 1 Kronike 21:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wandula ke uYehova wathumela indyikitya yokufa+ kwaSirayeli, kangangokuba kwaSirayeli kwawa amashumi asixhenxe amawaka abantu.+

  • 1 Kronike 27:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UYowabhi+ unyana kaTseruya waqalisa ukubala, kodwa akagqiba;+ yaye ngenxa yoku wacaphuka+ uSirayeli, alaziswa inani engxelweni yemicimbi yemihla kaKumkani uDavide.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share