2 Samuweli 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza wathi uDavide kuYehova, xa wabona ingelosi eyayixabela abantu, ewe, wathi: “Yabona, ndim owonileyo yaye ndim owenze ububi; kodwa ezi zimvu+—zenze ntoni na? Khawuncede, isandla sakho masibe phezu kwam+ naphezu kwendlu kabawo.” INdumiso 51:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+
17 Waza wathi uDavide kuYehova, xa wabona ingelosi eyayixabela abantu, ewe, wathi: “Yabona, ndim owonileyo yaye ndim owenze ububi; kodwa ezi zimvu+—zenze ntoni na? Khawuncede, isandla sakho masibe phezu kwam+ naphezu kwendlu kabawo.”
4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+