Eksodus 20:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ke ukuba uthe wandenzela isibingelelo samatye, uze ungasakhi ngamatye aqingqiweyo. Ukuba uthe wasiphakamisa isixholo sakho phezu kwaso, woba usihlambele.+ 1 Kronike 21:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wandula ke uDavide wamakhela apho isibingelelo+ uYehova waza wanikela imibingelelo etshiswayo nemibingelelo yobudlelane, wabiza kuYehova,+ owathi yena wamphendula ngomlilo+ ovela emazulwini phezu kwesibingelelo somnikelo otshiswayo. 1 Kronike 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wandula uDavide wathi: “Le yindlu+ kaYehova uTHIXO oyinyaniso, yaye esi sisibingelelo+ somnikelo otshiswayo kaSirayeli.”
25 Ke ukuba uthe wandenzela isibingelelo samatye, uze ungasakhi ngamatye aqingqiweyo. Ukuba uthe wasiphakamisa isixholo sakho phezu kwaso, woba usihlambele.+
26 Wandula ke uDavide wamakhela apho isibingelelo+ uYehova waza wanikela imibingelelo etshiswayo nemibingelelo yobudlelane, wabiza kuYehova,+ owathi yena wamphendula ngomlilo+ ovela emazulwini phezu kwesibingelelo somnikelo otshiswayo.
22 Wandula uDavide wathi: “Le yindlu+ kaYehova uTHIXO oyinyaniso, yaye esi sisibingelelo+ somnikelo otshiswayo kaSirayeli.”