Levitikus 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 kwaza kwaphuma umlilo phambi koYehova,+ wawudla umnikelo otshiswayo namanqatha aphezu kwesibingelelo. Bathi bakukubona oko abantu, bakhwaza+ bonke baza bawa ngobuso. 1 Kumkani 18:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wawa ke umlilo+ kaYehova, wawudla wawugqiba umnikelo otshiswayo+ neenkuni namatye nothuli, namanzi awayesemseleni wawakhotha.+ 2 Kronike 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ngokukhawuleza nje akugqiba ukuthandaza uSolomon,+ kwehla umlilo uvela emazulwini+ waza wadla umnikelo otshiswayo+ nemibingelelo, baza ubuqaqawuli bukaYehova+ bayizalisa indlu.
24 kwaza kwaphuma umlilo phambi koYehova,+ wawudla umnikelo otshiswayo namanqatha aphezu kwesibingelelo. Bathi bakukubona oko abantu, bakhwaza+ bonke baza bawa ngobuso.
38 Wawa ke umlilo+ kaYehova, wawudla wawugqiba umnikelo otshiswayo+ neenkuni namatye nothuli, namanzi awayesemseleni wawakhotha.+
7 Ngoko ngokukhawuleza nje akugqiba ukuthandaza uSolomon,+ kwehla umlilo uvela emazulwini+ waza wadla umnikelo otshiswayo+ nemibingelelo, baza ubuqaqawuli bukaYehova+ bayizalisa indlu.