IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 55:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Agude ngakumbi kunebhotolo amazwi omlomo wakhe,+

      Kodwa intliziyo yakhe ityekele ekulweni.+

      Amazwi akhe athambe ngakumbi kuneoli,+

      Kodwa angamakrele arholiweyo.+

  • IMizekeliso 26:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Injengokubengezela kwesilivere eyalekwe phezu kweceba lengqayi imilebe evuthayo kunye nentliziyo embi.+

  • IMizekeliso 26:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Nangona elenza libe mnandi ilizwi lakhe,+ musa ukumkholelwa,+ kuba kukho izinto+ ezisixhenxe ezicekisekayo entliziyweni yakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share