2 Samuweli 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko kwakhona uAbhinere wathi kuAsaheli: “Phambuka ekundilandeleni. Kutheni na ukuba ndide ndikuxabele uwe emhlabeni?+ Ndingathini, ke, ukubuphakamisa ubuso bam kuYowabhi umntakwenu?” 2 Samuweli 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wala ukujika; waza uAbhinere wamhlaba ngoluthi lomkhonto esiswini,+ ngokokuze umkhonto uye kuphuma emhlana; wawa ke apho waza wafela apho wayekhona. Bonke abo babefika kwindawo awayewele kuyo uAsaheli waza wafa babesima ngxi.+
22 Ngoko kwakhona uAbhinere wathi kuAsaheli: “Phambuka ekundilandeleni. Kutheni na ukuba ndide ndikuxabele uwe emhlabeni?+ Ndingathini, ke, ukubuphakamisa ubuso bam kuYowabhi umntakwenu?”
23 Kodwa wala ukujika; waza uAbhinere wamhlaba ngoluthi lomkhonto esiswini,+ ngokokuze umkhonto uye kuphuma emhlana; wawa ke apho waza wafela apho wayekhona. Bonke abo babefika kwindawo awayewele kuyo uAsaheli waza wafa babesima ngxi.+