IMizekeliso 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+ INtshumayeli 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nayiphi na into ekhoyo, igama layo sele livakalisiwe, yaye kuyaziwa oko umntu akuko;+ yaye akanakukwazi ukuligweba ityala lalowo unamandla ngakumbi kunaye.+
29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+
10 Nayiphi na into ekhoyo, igama layo sele livakalisiwe, yaye kuyaziwa oko umntu akuko;+ yaye akanakukwazi ukuligweba ityala lalowo unamandla ngakumbi kunaye.+