IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza wathi: “Wenze ntoni na? Phulaphula! Igazi lomntakwenu liyadanduluka kum emhlabeni.+

  • Genesis 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.

  • Eksodus 21:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Othe wabetha umntu wafa naye makabulawe afe.+

  • Numeri 35:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 okanye wambetha ngesandla ngobutshaba wafa, ufanele abulawe afe lowo umbethileyo. Ungumbulali. Umphindezeli wegazi wombulala umbulali lowo akuqubisana naye.+

  • Numeri 35:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+

  • Duteronomi 21:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wolisusa ke wena ityala legazi elimsulwa phakathi kwakho,+ xa uthe wenza okulungileyo emehlweni kaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share