Yoshuwa 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYoshuwa wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka waza wawa ngobuso+ emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova de kwangokuhlwa, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli, yaye baqhubeka bezigalela ngothuli kwiintloko zabo.+ 2 Samuweli 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UDavide wabamba izambatho zakhe waza wazikrazula,+ enjenjalo nawo onke amadoda awayekunye naye.
6 UYoshuwa wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka waza wawa ngobuso+ emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova de kwangokuhlwa, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli, yaye baqhubeka bezigalela ngothuli kwiintloko zabo.+