IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 3:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Wandula ke uDavide wathi kuYowabhi nakubo bonke abantu ababekunye naye: “Krazulani+ izambatho zenu nize nibophe amarhonya+ nenze isijwili phambi koAbhinere.” KwanoKumkani uDavide wayehamba emva kwesingqengqelo eso.

  • 2 Samuweli 13:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Wesuka ke ukumkani, wazikrazula iimpahla+ zakhe waza walala emhlabeni,+ yaye bonke abakhonzi bakhe babemi apho bezikrazule+ izambatho zabo.

  • 2 Kronike 34:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 ngenxa yokuba intliziyo yakho+ ibithambile kangangokuba uye wazithoba+ ngenxa kaThixo ekuveni kwakho amazwi akhe ngokuphathelele le ndawo nabemi bayo, waza wazithoba phambi kwam+ wazikrazula+ izambatho zakho walila phambi kwam, mna, ndikuvile,+ utsho uYehova.

  • IZenzo 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Noko ke, xa abapostile uBharnabhas noPawulos bevayo ngoko, bakrazula izambatho zabo zangaphezulu baza baxhumela kuso isihlwele, bedanduluka

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share