Genesis 37:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wasuka uYakobi wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka, wabhinqa irhonya esinqeni sakhe waza waqhubeka emzilele unyana wakhe iintsuku ezininzi.+ 2 Kumkani 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+
34 Wasuka uYakobi wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka, wabhinqa irhonya esinqeni sakhe waza waqhubeka emzilele unyana wakhe iintsuku ezininzi.+
19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+