Genesis 37:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wasuka uYakobi wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka, wabhinqa irhonya esinqeni sakhe waza waqhubeka emzilele unyana wakhe iintsuku ezininzi.+ 1 Kumkani 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+ 2 Kumkani 6:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kwathi kamsinya nje akuweva ukumkani amazwi alo mfazi, ngoko nangoko wazikrazula+ izambatho zakhe; yaye njengoko wayedlula eludongeni, abantu babona, kwaye, khangela! nalo irhonya ngaphantsi enyameni yakhe. Estere 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UMordekayi+ wayazi yonk’ into eyayenziwe;+ yaye uMordekayi wazikrazula izambatho zakhe, wambatha irhonya+ wafaka nothuthu+ waphuma waya phakathi esixekweni, wadanduluka ngesikhalo esikrakra kakhulu.+ INdumiso 35:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke mna, xa begula, isinxibo sam sasingamarhonya,+Umphefumlo wam ndawuxhwalekisa ngokuzila ukutya,+Yaye umthandazo wam wawubuyela esifubeni sam.+ Isaya 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “INkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, iya kunizisela ngaloo mini ukulila+ nokuzila nenkqayi nokubhinqa amarhonya.+
34 Wasuka uYakobi wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka, wabhinqa irhonya esinqeni sakhe waza waqhubeka emzilele unyana wakhe iintsuku ezininzi.+
27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+
30 Kwathi kamsinya nje akuweva ukumkani amazwi alo mfazi, ngoko nangoko wazikrazula+ izambatho zakhe; yaye njengoko wayedlula eludongeni, abantu babona, kwaye, khangela! nalo irhonya ngaphantsi enyameni yakhe.
4 UMordekayi+ wayazi yonk’ into eyayenziwe;+ yaye uMordekayi wazikrazula izambatho zakhe, wambatha irhonya+ wafaka nothuthu+ waphuma waya phakathi esixekweni, wadanduluka ngesikhalo esikrakra kakhulu.+
13 Ke mna, xa begula, isinxibo sam sasingamarhonya,+Umphefumlo wam ndawuxhwalekisa ngokuzila ukutya,+Yaye umthandazo wam wawubuyela esifubeni sam.+
12 “INkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, iya kunizisela ngaloo mini ukulila+ nokuzila nenkqayi nokubhinqa amarhonya.+