1 Samuweli 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ke kaloku amaFilisti ayesilwa noSirayeli,+ aza amadoda akwaSirayeli asaba phambi kwamaFilisti, yaye ayemana esiwa phantsi ebulewe+ eNtabeni yeGilbhowa.+ 2 Samuweli 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuyo: “Kube njani? Khawuncede undixelele.” Yathi yona: “Abantu basabile edabini nabaninzi ebantwini bawile kangangokuba bafile,+ kwanoSawule+ noYonatan+ unyana wakhe bafile.”
31 Ke kaloku amaFilisti ayesilwa noSirayeli,+ aza amadoda akwaSirayeli asaba phambi kwamaFilisti, yaye ayemana esiwa phantsi ebulewe+ eNtabeni yeGilbhowa.+
4 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuyo: “Kube njani? Khawuncede undixelele.” Yathi yona: “Abantu basabile edabini nabaninzi ebantwini bawile kangangokuba bafile,+ kwanoSawule+ noYonatan+ unyana wakhe bafile.”