2 Samuweli 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi: “Akusekho bani na kwindlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bukaThixo bothando?”+ Wathi ke uTsibha kukumkani: “Kusekho unyana kaYonatan, osisiqhwala.”+
3 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi: “Akusekho bani na kwindlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bukaThixo bothando?”+ Wathi ke uTsibha kukumkani: “Kusekho unyana kaYonatan, osisiqhwala.”+