IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke kaloku uYonatan,+ unyana kaSawule, wayenonyana osisiqhwala.+ Wayeminyaka mihlanu ubudala ukufika kwengxelo engoSawule noYonatan eyayivela eYizereli;+ impelesi yakhe ke yamthwala yaza yasaba, kodwa kwathi njengoko yayibaleka ngokuphakuzela isaba, ngoko wawa waza waba sisiqhwala. Kwaye igama lakhe yayinguMefibhoshete.+

  • 2 Samuweli 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 UMefibhoshete yena wayehlala eYerusalem, kuba wayesidla rhoqo etafileni kakumkani;+ yaye wayeqhwalela ezinyaweni zakhe zombini.+

  • 2 Samuweli 19:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Yena wathi: “Nkosi yam kumkani, ngumkhonzi wam+ owandikhohlisayo. Kuba umkhonzi wakho wathi, ‘Mandizifakele isali kwithokazi le-esile ukuze ndikhwele kulo ndize ndihambe nokumkani,’ kuba umkhonzi lo wakho sisiqhwala.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share