2 Samuweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwathi ke emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ndinyuke ndiye phi na?” Wathi ke yena: “EHebron.”+ 2 Samuweli 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye inani lemihla yokuba ngukumkani kukaDavide eHebron laba yiminyaka esixhenxe eneenyanga ezintandathu.+
2 Kwathi ke emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ndinyuke ndiye phi na?” Wathi ke yena: “EHebron.”+
11 Kwaye inani lemihla yokuba ngukumkani kukaDavide eHebron laba yiminyaka esixhenxe eneenyanga ezintandathu.+