2 Samuweli 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 EHebron walawula njengokumkani phezu koYuda kangangeminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu;+ yaye eYerusalem+ walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amathathu anesithathu phezu koSirayeli wonke noYuda. 1 Kumkani 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye imihla awalawula ngayo uDavide kwaSirayeli yaba yiminyaka engamashumi amane.+ EHebron+ wayelawule iminyaka esixhenxe,+ kwaye eYerusalem wayelawule iminyaka engamashumi amathathu anesithathu.+ 1 Kronike 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bathandathu awabazalelwa eHebron; waza waqhubeka elawula apho iminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu, yaye walawula iminyaka engamashumi amathathu anesithandathu eYerusalem.+ 1 Kronike 29:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 imihla awalawula ngayo kwaSirayeli yaba yiminyaka engamashumi amane.+ EHebron walawula iminyaka esixhenxe,+ kwaye eYerusalem walawula iminyaka engamashumi amathathu anesithathu.+
5 EHebron walawula njengokumkani phezu koYuda kangangeminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu;+ yaye eYerusalem+ walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amathathu anesithathu phezu koSirayeli wonke noYuda.
11 Yaye imihla awalawula ngayo uDavide kwaSirayeli yaba yiminyaka engamashumi amane.+ EHebron+ wayelawule iminyaka esixhenxe,+ kwaye eYerusalem wayelawule iminyaka engamashumi amathathu anesithathu.+
4 Bathandathu awabazalelwa eHebron; waza waqhubeka elawula apho iminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu, yaye walawula iminyaka engamashumi amathathu anesithandathu eYerusalem.+
27 imihla awalawula ngayo kwaSirayeli yaba yiminyaka engamashumi amane.+ EHebron walawula iminyaka esixhenxe,+ kwaye eYerusalem walawula iminyaka engamashumi amathathu anesithathu.+