Numeri 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.” ABagwebi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Kwathi emva kokufa+ kukaYoshuwa oonyana bakaSirayeli babuza+ kuYehova, besithi: “Ngubani na kuthi oya kunyuka kuqala aye kumaKanan ukuze alwe nawo?” 1 Samuweli 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+ 1 Samuweli 30:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwasukele na la matutu? Ndiya kuwafumana na?” Wathi yena+ kuye: “Sukela, kuba nakanjani na uya kuwafumana, yaye nakanjani na uya kuhlangula.”+
21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”
1 Kwathi emva kokufa+ kukaYoshuwa oonyana bakaSirayeli babuza+ kuYehova, besithi: “Ngubani na kuthi oya kunyuka kuqala aye kumaKanan ukuze alwe nawo?”
6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+
8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwasukele na la matutu? Ndiya kuwafumana na?” Wathi yena+ kuye: “Sukela, kuba nakanjani na uya kuwafumana, yaye nakanjani na uya kuhlangula.”+