2 Samuweli 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UBhenaya+ unyana kaYehoyada wayephethe amaKereti+ namaPeleti.+ Ke bona oonyana bakaDavide, baba ngababingeleli.+ 1 Kumkani 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya. 1 Kronike 27:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Intloko yeqela lesithathu labakhonzi kweyesithathu inyanga yayinguBhenaya+ unyana kaYehoyada+ umbingeleli oyintloko, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.
18 UBhenaya+ unyana kaYehoyada wayephethe amaKereti+ namaPeleti.+ Ke bona oonyana bakaDavide, baba ngababingeleli.+
8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya.
5 Intloko yeqela lesithathu labakhonzi kweyesithathu inyanga yayinguBhenaya+ unyana kaYehoyada+ umbingeleli oyintloko, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.