1 Kumkani 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wanga uYehova uThixo wakho angabongwa,+ oye wayoliswa+ nguwe ngokukubeka etroneni kaSirayeli;+ ngenxa yokuba uYehova emthanda uSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ukuze akumisele njengokumkani+ ukuba uphumeze izigwebo+ nobulungisa.”+ 2 Kronike 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UHiram ukumkani waseTire+ wathumela ilizwi kuSolomon ngokubhala athi: “Ngenxa yokuba uYehova ebathanda+ abantu bakhe uye wakwenza waba ngukumkani kubo.”+
9 Wanga uYehova uThixo wakho angabongwa,+ oye wayoliswa+ nguwe ngokukubeka etroneni kaSirayeli;+ ngenxa yokuba uYehova emthanda uSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ukuze akumisele njengokumkani+ ukuba uphumeze izigwebo+ nobulungisa.”+
11 UHiram ukumkani waseTire+ wathumela ilizwi kuSolomon ngokubhala athi: “Ngenxa yokuba uYehova ebathanda+ abantu bakhe uye wakwenza waba ngukumkani kubo.”+