Genesis 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ke bona oonyana bamashweshwe awayenawo uAbraham, wabanika izipho uAbraham.+ Waza ke wabandulula bemka kuIsake unyana wakhe,+ ngoxa wayesaphila, basinga ngasempuma, kwilizwe laseMpuma.+ 2 Samuweli 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ukumkani waphuma nendlu yakhe yonke ezinyaweni zakhe,+ waza ukumkani washiya abafazi abalishumi, amashweshwe,+ ukuba anyamekele indlu. 1 Kronike 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 bonke abo babengoonyana bakaDavide ngaphandle koonyana bamashweshwe, noTamare+ udade wabo.
6 ke bona oonyana bamashweshwe awayenawo uAbraham, wabanika izipho uAbraham.+ Waza ke wabandulula bemka kuIsake unyana wakhe,+ ngoxa wayesaphila, basinga ngasempuma, kwilizwe laseMpuma.+
16 Ngoko ukumkani waphuma nendlu yakhe yonke ezinyaweni zakhe,+ waza ukumkani washiya abafazi abalishumi, amashweshwe,+ ukuba anyamekele indlu.