1 Kronike 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko uDavide wenyukela eBhahali-peratsim+ waza wawaxabela apho. UDavide wathi: “UTHIXO oyinyaniso uzityhobozele iintshaba zam ngesandla sam njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto balibiza igama laloo ndawo+ ngokuba yiBhahali-peratsim. Isaya 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba uYehova uya kusuka kanye njengaseNtabeni yePerazim,+ uya kuphazamiseka kanye njengasentilini kufuphi neGibheyon,+ ukuze enze isenzo sakhe—isenzo sakhe esimangalisayo—nokuze asebenze umsebenzi wakhe—umsebenzi wakhe awuqhelekanga.+
11 Ngoko uDavide wenyukela eBhahali-peratsim+ waza wawaxabela apho. UDavide wathi: “UTHIXO oyinyaniso uzityhobozele iintshaba zam ngesandla sam njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto balibiza igama laloo ndawo+ ngokuba yiBhahali-peratsim.
21 Kuba uYehova uya kusuka kanye njengaseNtabeni yePerazim,+ uya kuphazamiseka kanye njengasentilini kufuphi neGibheyon,+ ukuze enze isenzo sakhe—isenzo sakhe esimangalisayo—nokuze asebenze umsebenzi wakhe—umsebenzi wakhe awuqhelekanga.+