2 Samuweli 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko uDavide weza eBhahali-peratsim,+ yaye uDavide wawaxabela apho. Wathi yena: “UYehova uzityhobozele iintshaba zam+ phambi kwam, njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto wabiza igama laloo ndawo ngokuba yiBhahali-peratsim.+ 1 Kronike 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko uDavide wenyukela eBhahali-peratsim+ waza wawaxabela apho. UDavide wathi: “UTHIXO oyinyaniso uzityhobozele iintshaba zam ngesandla sam njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto balibiza igama laloo ndawo+ ngokuba yiBhahali-peratsim.
20 Ngoko uDavide weza eBhahali-peratsim,+ yaye uDavide wawaxabela apho. Wathi yena: “UYehova uzityhobozele iintshaba zam+ phambi kwam, njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto wabiza igama laloo ndawo ngokuba yiBhahali-peratsim.+
11 Ngoko uDavide wenyukela eBhahali-peratsim+ waza wawaxabela apho. UDavide wathi: “UTHIXO oyinyaniso uzityhobozele iintshaba zam ngesandla sam njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto balibiza igama laloo ndawo+ ngokuba yiBhahali-peratsim.