Duteronomi 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngoko ke, nifanele nenjenje kuzo: Nize nizidilize+ izibingelelo zazo, nizidilize iintsika zazo ezingcwele,+ nizigawule+ izibonda zazo ezingcwele,+ niyitshise ngomlilo+ imifanekiso yazo eqingqiweyo. Duteronomi 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bazo nifanele niyitshise ngomlilo.+ Uze ungayinqweneli isilivere negolide ekuzo,+ ungayithabatheli kuwe,+ kuba hleze urhintyelwe yiyo;+ ngokuba iyinto ecekisekayo+ kuYehova uThixo wakho. 1 Kronike 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Abashiya apho oothixo bawo.+ Ngoko uDavide wathetha ilizwi, batshiswa ngomlilo.+
5 “Ngoko ke, nifanele nenjenje kuzo: Nize nizidilize+ izibingelelo zazo, nizidilize iintsika zazo ezingcwele,+ nizigawule+ izibonda zazo ezingcwele,+ niyitshise ngomlilo+ imifanekiso yazo eqingqiweyo.
25 Imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bazo nifanele niyitshise ngomlilo.+ Uze ungayinqweneli isilivere negolide ekuzo,+ ungayithabatheli kuwe,+ kuba hleze urhintyelwe yiyo;+ ngokuba iyinto ecekisekayo+ kuYehova uThixo wakho.