Eksodus 32:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wandula ke walithabatha ithole lenkomo ababelenzile, walitshisa ngomlilo waza walityumza lada lacoleka laluthuthu,+ wasuka waluphosela emanzini+ waza wabaseza wona oonyana bakaSirayeli.+ Duteronomi 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bazo nifanele niyitshise ngomlilo.+ Uze ungayinqweneli isilivere negolide ekuzo,+ ungayithabatheli kuwe,+ kuba hleze urhintyelwe yiyo;+ ngokuba iyinto ecekisekayo+ kuYehova uThixo wakho. 2 Kumkani 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Babatshise ngomlilo oothixo bazo, ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye; kangangokuba babatshabalalisa. 1 Korinte 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, zintanda zam, sabani+ kulo unqulo-zithixo.+
20 Wandula ke walithabatha ithole lenkomo ababelenzile, walitshisa ngomlilo waza walityumza lada lacoleka laluthuthu,+ wasuka waluphosela emanzini+ waza wabaseza wona oonyana bakaSirayeli.+
25 Imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bazo nifanele niyitshise ngomlilo.+ Uze ungayinqweneli isilivere negolide ekuzo,+ ungayithabatheli kuwe,+ kuba hleze urhintyelwe yiyo;+ ngokuba iyinto ecekisekayo+ kuYehova uThixo wakho.
18 Babatshise ngomlilo oothixo bazo, ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye; kangangokuba babatshabalalisa.