ABagwebi 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwathi kamsinya nje akuva uGidiyon ukubaliswa kwephupha nokucaciswa kwalo,+ wanqula.+ Emva koko wabuyela enkampini yakwaSirayeli waza wathi: “Vukani,+ kuba uYehova uyinikele esandleni senu inkampu yakwaMidiyan.” Yeremiya 48:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Makaqalekiswe owenza uthumo lukaYehova ngokungakhathali;+ makaqalekiswe nolinqandayo ikrele lakhe egazini!
15 Kwathi kamsinya nje akuva uGidiyon ukubaliswa kwephupha nokucaciswa kwalo,+ wanqula.+ Emva koko wabuyela enkampini yakwaSirayeli waza wathi: “Vukani,+ kuba uYehova uyinikele esandleni senu inkampu yakwaMidiyan.”
10 “Makaqalekiswe owenza uthumo lukaYehova ngokungakhathali;+ makaqalekiswe nolinqandayo ikrele lakhe egazini!