IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 31:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko wathi uMoses kuzo: “Niwasindisile na onke amabhinqa?+

  • ABagwebi 5:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 ‘Qalekisani+ iMerozi,’ yatsho ingelosi kaYehova,+

      ‘Baqalekiseni ngokungapheziyo abemi bayo,

      Kuba abakhange beze kumnceda uYehova,

      Babe luncedo kuYehova nabo banamandla.’

  • 1 Samuweli 15:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko kutheni ungalithobelanga ilizwi likaYehova kodwa wesuka watsibela ngokubawa ixhoba+ waza wenza okubi emehlweni kaYehova?”+

  • 1 Kumkani 20:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Ke kaloku wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uyiyeke yahamba indoda ebinikelwe kum ukuze itshabalale,+ umphefumlo wakho umele uthabathele indawo umphefumlo wayo,+ nabantu bakho indawo yabantu bayo.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share